Uncedo lweZifundo
Lwimi/Ntetho


Lwimi/Ntetho

Njengoko lisetyenziswe kwizibhalo, amagama lwimi nentetho lineentsingiselo ezimbini: (1) Amagama, abhaliweyo okanye athethiweyo, abekwe kunye ngeepateni ezizezona zona ukuze kuqhagamisheleke ulwazi, iingcinga, nezimvo. Ukuba silusebenzisa njani ulwimi kubonakalisa ukuba sivakalelwa njani ngakuThixo nabanye abantu. EkuBuyeni kukaYesu Krestu iNkosi okweSibini uya kunika lonke uluntu ulwimi olunyulu (Zef. 3:8–9), kwaye (2) ulwimi kanjalo lubhekisa kwiintetho nabantu. Ekugqibeleni, onke amadolo aya kuguqa neelwimi zonke zivume kuThixo (Isaya 45:23; Rom. 14:11).

Amagama

Kwiintetho nabantu