Uncedo lweZifundo
Mariya waseMagadala


Mariya waseMagadala

Ngumfazi kwiTestamente eNtsha owaba ngumfundi ozinikeleyo kaYesu Krestu. UMagadala ubhekisa kuMagadala, indawo apho lo Mariya wayevela khona. Ifumaneka kwinxweme lasentshonalanga loLwandle lwaseGalili.