Uncedo lweZifundo
Mhlaba


Mhlaba

Iplanethi esihlala kuyo, yadalwa nguThixo ngoYesu Krestu ukuze isetyenziswe ngumntu ngethuba lakhe lokulingwa komzimba onokufa. Indawo yawo oya kuyo yokugqibela kukuba uzukiswe kwaye uphakanyiwe (I&M 77:1–2; 130:8–9). Umhlaba uya kuba lilifa lanaphakade labo abathe baphila ngokufanele ubuqaqawuli beselestiyali (I&M 88:14–26). Baya kuvuyela ubuso boYise noNyana (I&M 76:62).

Wadalelwa umntu

Uyinto ekhoyo ephilileyo

Ukwahlulwa komhlaba

Ukucocwa komhlaba

Isimo sokugqibela somhlaba