Uncedo lweZifundo
Tyala


Tyala

Njengoko lisetyenziswe kwizibhalo, igama tyala lineentsingiselo ezimbini: (1) Ubume bokuba wenza ngokungalunganga, okanye iimvakalelo zokuzisola nosizi ezithi zikhaphe isono, kwaye (2) imali okanye ipropathi etyalwa komnye yenza umboleki abe kwimo yobukhoboka. Ngenye imo, uYesu wafundisa okokuba simele ukucela kuBawo asixolele amatyala ethu, okanye asikhulule ekuhlawuleni ixabiso ngenxa yezono zethu—ngeNtlawulelo kaYesu Krestu—emva kokuba sixolele abanye amatyala abo ngokuchasene nathi (Mat. 6:12; 3 Nif. 13:11).

Iimvakalelo zokuzisola

Imali okanye ipropathi etyalwa komnye