Uncedo lweZifundo
Maqondo obuqaqawuli


Maqondo obuqaqawuli

Ubukumkani obahlukahlukeneyo ezulwini. Emgwebeni wokuGqibela, elowo umntu uya kuba nelifa lendawo yokuhlala yanaphakade kubukumkani bobuqaqawuli obubona bona, ngaphandle kwabo bangoonyana beSihogo.