Uncedo lweZifundo
Sara


Sara

KwiTestamente eNdala, ngumfazi wokuqala ka-Abraham. Kwiminyaka yakhe yobudala waba ngunina kaIsake (Gen. 18:9–15; 21:2).