Uncedo lweZifundo
Sadusi


Sadusi

Igqiza phakathi kwamaYuda. Mhlawumbi elalisaziwa ngokugqithileyo ngenkolo yalo eqinileyo ekuthobeleni umthetho kaMoses njengoko kubhaliwe nokungafuni ubunyaniso boomoya neengelosi kananjalo iimfundiso zoVuko nobomi obungunaphakade (Marko 12:18–27; Izenzo 4:1–3; 23:7–8).