Uncedo lweZifundo
Ozelweyo


Ozelweyo

Ukuzalwa. Ukubeleka kukuzala, ukuzala, okanye ukubakho. Kwizibhalo, la mazwi asoloko esetyenziswa ukuthetha ukuzalwa nguThixo. Nangona uYesu Krestu ekuphela komntwana ozelwe nguBawo enyameni, bonke abantu banokuzalwa ngokwasemoyeni nguKrestu ngokwamkela Yena, bethobela imiyalelo Yakhe, ukuze babe ngabantu abatsha ngamandla oMoya oyiNgcwele.