Uncedo lweZifundo
Lemuweli


Lemuweli

KwiNcwadi kaMormoni, ungunyana wesibini kaLihayi nomnye wabakhuluwa bakaNifayi. Badibana noLeymeni ekuchaseni uNifayi.