Uncedo lweZifundo
Bhanile


Bhanile

Kwizibhalo, yiflegi okanye umlinganiselo jikelele abantu abahlangana kumanyano lwenjongo okanye isazisi. Ngamaxesha amandulo ibhanile yayisebenza njengendawo yokuhlangana yamadoda okulwa emfazweni. INcwadi kaMormoni neBandla likaYesu Krestu yimiqondiso yeebhanile kuzo zonke izizwe zomhlaba.