Uncedo lweZifundo
Mgwebo


Mgwebo

Imo yokumisa okuqhubekekeni komnye aze avinjwe ilungelo lokuya ebusweni bukaThixo naseluzukweni Lwakhe. Umgwebo ukho kumaqondo ahlukahlukeneyo. Bonke abo bangazuzi inzaliseko yokuphakanyiswa kweselestiyali baya kulinganiselwa kwiqondo elithile ekuqhubekekeni kwabo nasemalungelweni awodwa, kwaye baya kugwetywa kangangoko.