Uncedo lweZifundo
Nyulo


Nyulo

Luxhomekeka ekufanelekeni kobomi bangaphambili, uThixo wakhetha abo babeya kuba yimbewu ka-Abraham nendlu kaSirayeli baza baba ngabantu bomnqophiso (Dut. 32:7–9; Abr. 2:9–11). Aba bantu banikwe iintsikelelo ezizodwa nemisebenzi ukuze babenako ukusikelela zonke izizwe zehlabathi (Rom. 11:5–7; Ⅰ Petr. 1:2; Alma 13:1–5; I&M 84:99). Nangona kunjalo, nabo babangabakhethiweyo bamele ukubizwa kwaye bonyulwe kobu bomi ukuze bazuze usindiso.