Uncedo lweZifundo
Limhayi


Limhayi

KwiNcwadi kaMormoni, ngukumkani olungileyo wamaNifayithi elizweni likaNifayi; wayengunyana kaKumkani uNowa (Moz. 7:7–9). UKumkani uLimhayi wangena emnqophisweni wokukhonza uThixo (Moz. 21:32). Wakhokela abantu baphuma ebukhobokeni bamaLeymenayithi baza babuyela eZarahemla (Moz. 22).