Uncedo lweZifundo
Liyahona


Liyahona

KwiNcwadi kaMormoni, yibhola yobhedu enezalathisi ezimbini ezinika izikhokelo—njengekhampasi—kananjalo nomyalelo ngokwasemoyeni kuLihayi nabalandeli bakhe xa babelungile. INkosi yabanika iLiyahona yaza yabanika imiyalelo ngayo.