Uncedo lweZifundo
Leymeni


Leymeni

KwiNcwadi kaMormoni, oyena nyana mdala kaLihayi noSaraya nongumkhuluwa kaNifayi (1 Nif. 2:5). ULeymeni wakhetha jikelele ukwenza ububi endaweni yokulungileyo.