Uncedo lweZifundo
Mvume eqhelekileyo


Mvume eqhelekileyo

Umgaqo amalungu eBandla axhasa ngawo abo babizelwe ukusebenza eBandleni, kwanjengezinye izigqibo zeBandla ezifuna inkxaso yawo, edla ngokubonakaliswa ngokuphakanyiswa kwesandla sasekunene.

UYesu Krestu umi entloko yeBandla Lakhe. Ngempembelelo yoMoya oyiNgcwele, Yena ulawula iinkokeli zeBandla kwizenzo ezibalulekileyo nezigqibo. Nangona kunjalo, onke amalungu eBandla anelungelo nelungelo elilodwa lokuxhasa okanye ukungaxhasi izenzo nezigqibo zeenkokeli zawo.