Uncedo lweZifundo
Vangeli


Vangeli

Icebo likaThixo losindiso, lenziwa ukuba liphumelele ngeNtlawulelo kaYesu Krestu. Ivangeli ibandakanya iinyaniso zanaphakade okanye imithetho, iminqophiso, nemimiselo eyimfuneko eluntwini ukuze lubuyele ebusweni bukaThixo. UThixo wabuyisela ukuzaliseka kwevangeli emhlabeni kwinkulungwane ye-19 ngoMprofeti uJoseph Smith.