Uncedo lweZifundo
Yerusalem eNtsha


Yerusalem eNtsha

Yindawo apho abaNgcwele baya kuhlanganisana khona kwaye uKrestu uya kulawula ngenkqu kunye nabo ngeMileniyam. IZiyon (iYerusalem eNtsha) iya kwakhiwa phezu kwelizwekazi laseAmerika, nomhlaba uya kwenziwa mtsha uze ufumane ubuqaqawuli obuyiparadesi bawo (V zoK 1:10). Kanjalo ibhekisa kwisixeko esingcwele esiya kwaye siphuma emazulwini ekuqalekeni kweMileniyam.