Uncedo lweZifundo
Hilamani, unyana ka-Alma


Hilamani, unyana ka-Alma

KwiNcwadi kaMormoni, oyena nyana mdala ka-Alma, unyana ka-Alma (Alma 31:7). UHilamani wayengumprofeti nenkokeli yomkhosi.