Uncedo lweZifundo
Monde


Monde

Ukunyamezela okuzolileyo; ukuba nako ukunyamezela inkxwaleko, ukunukuneza, okanye ukwenzakala ungabi nasikhalazo okanye impindezelo.