Uncedo lweZifundo
Linda, Mlindi


Linda, Mlindi

Kukuphapha, ukukhusela. Umntu olindayo aze athobele ulungele kwaye uzilungiselele. Abalindi ziinkokeli ezibizwa ngabameli beNkosi ukuba babe noxanduva olulodwa lwentlalo-ntle yabanye. Abo babizwa njengeenkokeli banoxanduva olukhethekileyo kanjalo baba ngabalindi kwintsalela yehlabathi.