Uncedo lweZifundo
Abafundi abathathu bamaNifayithi


Abafundi abathathu bamaNifayithi

Abathathu abanyuliweyo bakaKrestu abangabafundi bamaNifayithi kubhekiswa kubo kwiNcwadi kaMormoni.

INkosi yanika aba bafundi intsikelelo efanayo neyanikwa uYohane oyiNtanda—ukuze babe nokuhlala emhlabeni ukuze bazise imiphefumlo kuKrestu ide iNkosi ibuye kwakhona. Benziwa kumila kumbi ukuze babe abayi kuva ntlungu kwaye abayi kufa (3 Nif. 28).