Uncedo lweZifundo
Nyama


Nyama

Inyama inokuyithethayo okuliqela: (1) iinyama ezithile emzimbeni ezithambileyo ezenza umzimba woluntu, izilwanyana, iintaka, okanye iintlanzi; (2) ukuba nokufa; okanye (3) indalo yomntu ebambekayo okanye indalo yomntu ngokwasenyameni.

Inyama ezithile zomzimba

Ukuba nokufa

Indalo yomntu ngokwasenyameni