Uncedo lweZifundo
Amon, unyana kaMozaya


Amon, unyana kaMozaya

ENcwadini kaMormoni, unyana kaKumkani uMozaya. UAmon wasebenza njengomfundisi omizamo yokukhuthala kwakhe yanceda ekuguquleleni imiphefumlo emininzi kuKrestu.