Uncedo lweZifundo
Cebo lenkululeko


Cebo lenkululeko

Ukuzaliseka kwevangeli kaYesu Krestu, yenzelwe ukuzisa ukungafi komntu nobomi obungunaphakade. Libandakanya iNdalo, uKuwa, neNtlawulelo, kwakunye nemithetho yonke enikwe nguThixo, imimiselo, neemfundiso. Eli cebo lenza kwenzeke ukuba bonke abantu baphakanyiswe kwaye bahlale noThixo ngogunaphakade (2 Nif. 2; 9). Izibhalo kanjalo zibhekisa kweli cebo njengecebo losindiso, icebo lolonwabo, necebo lenceba.