Uncedo lweZifundo
Bandla likaYesu Krestu


Bandla likaYesu Krestu

Umbutho olungiselelweyo wamakholwa awathathele phezu kwawo igama likaYesu Krestu ngobhaptizo nangoqiniso. Ukuze ibe liBandla lenene limele ukuba liBandla leNkosi; limele ukuba negunya Lakhe, iimfundiso, imithetho, imimiselo, negama; kwaye limele ukulawulwa Nguye ngabameli abo Yena abonyulileyo.