Uncedo lweZifundo
Mozaya, oonyana baka


Mozaya, oonyana baka

KwiNcwadi kaMormoni, oonyana abane bakaKumkani uMozaya abaguqukayo emva kokuba ingelosi yabonakala kubo yaza yababizela kwinguquko. Amagama abo ayenguAmon, Aron, uOmna, noHimnayi (Moz. 27:34). Bachitha iminyaka elishumi elinesine beshumayela ngempumelelo ivangeli kumaLeymenayithi. Imbali yobufundisi babo phakathi kwamaLeymenayithi inikwe kwincwadi ka-Alma, izahluko 17–26.