Uncedo lweZifundo
Sinayi, Ntaba


Sinayi, Ntaba

Intaba ekwiPeninsula yeSinayi kufutshane apho uMoses namaSirayeli bamisa iintente iinyanga ezintathu emva kwemfuduko esuka eYiputa; kanjalo kuthiwa yiNtaba yeHorebhe (Eks. 3:1). Apha uThixo wanika uMoses umthetho Wakhe wendlu kaSirayeli; kwakhiwa apha kanjalo umnquba (Eks. 19:2; 20:18; 24:12; 32:15).