Uncedo lweZifundo
Zenif


Zenif

KwiNcwadi kaMormoni, yindoda eyakhokela iqela elabuyela elizweni likaNifayi; waba ngukumkani walo kwaye walikhokela ngobulungisa (Moz. 9–10).