Uncedo lweZifundo
Bugosa, Gosa


Bugosa, Gosa

Umntu okhathalela imicimbi okanye ipropathi yomnye. Oko igosa likukhathaleleyo kuthiwa bubugosa. Zonke izinto emhlabeni zezeNkosi; singamagosa Ayo. Siyaziphendulela eNkosini, kodwa sinokunika ingxelo ngobugosa bethu kubameli bakaThixo abangunyazisiweyo. Xa sifumana ubizo lwenkonzo eNkosini okanye ezicakeni Zakhe ezigunyazisiweyo, okokuba ubugosa bunokubandakanya kunye imicimbi yasemoyeni neyasenyameni (I&M 29:34).