Uncedo lweZifundo
Mariya, unina kaYesu


Mariya, unina kaYesu

KwiTestamente eNtsha, yintombi engazani nandoda enyulwe nguThixo uYise ibe ngunina woNyana Wakhe enyameni. Emva kokuzalwa kukaYesu, uMariya waba nabanye abantwana (Marko 6:3).