Uncedo lweZifundo
MaFilisti


MaFilisti

KwiTestamente eNdala, sisizwe sokuqala ukuza sivela eKafetori (Amos 9:7) lwahlala kwilizwe elingezantsi elityebileyo kunxweme lweMedithera ukusuka eYafo ukuya kwintlango yaseYiputa phambi kwemihla kaa-Abraham (Gen. 21:32). Iminyaka emininzi kwakukho ukuzamazamana phakathi kwamaFilisti namaSirayeli. Ekugqibeleni iPalestina, igama lommandla wamaFilisti, yaba ligama eliqhelekileyo lalo lonke iLizwe eliNgcwele.