Njengoko lisetyenziswe kwizibhalo, igama khweleta lineentsingiselo ezimbini: (1) ukuba shushu nokuba neemvakalelo ezibuthathaka nezinzulu ngomnye okanye ngento ethile, (2) nokumonela omnye okanye ukukrokrela okokuba omnye uya kuzuza uncedo oluthile.
Ukuba neemvakalelo ezishushu
Ukuba nomona okanye ukukrokrela