Uncedo lweZifundo
Sindiso


Sindiso

Ukusindiswa kunye ekufeni kwasenyameni nokwasemphefumlweni. Bonke abantu baya kusindiswa ekufeni kwasenyameni ngobabalo lukaThixo, ngokufa nokuVuka kukaYesu Krestu. Omnye oyedwa kanjalo unako ukusindiswa ekufeni kwasemoyeni ngobabalo lukaThixo, ngokholo kuYesu Krestu. Olu kholo lubonakaliswe kubomi bokuthobela imithetho nemimiselo yevangeli nokukhonza uKrestu.

Usindiso lwabantwana