Uncedo lweZifundo
Ngqina/Bungqina


Ngqina/Bungqina

Njengoko lisetyenziswe kwizibhalo, igama ngqina/bungqina lineentsingisleo amthathu: (1) ukunika ubungqina ngamandla oMoya oyiNgcwele; ukwenza isibhengezo esindilisekileyo senyaniso esisekelwe kulwazi lomntu othile okanye inkolo; (2) ulwazi nobungqina basemoyeni ezinikwa ngoMoya oyiNgcwele. Ubungqina bunako kanjalo ukuba sisibhengezo ngokwasesikweni okanye ngokwasemthethweni boko umntu akubona njengenyaniso (I&M 102:26); mpe (3) ingxelo okanye ubungqina bokokuba into ethile iyinyani; ubungqina. Ingqina linako kanjalo ukuba ngothile onika ingxelo enjalo okanye ubungqina obusekelwe kulwazi lwakhe; oko kukuthi, othile onika ubungqina.

Ukunika ubungqina

Bungqina basemoyeni ezinikwa ngoMoya oyiNgcwele

Ingxelo