Uncedo lweZifundo
Krexezo


Krexezo

Ukuhlangana okungekho mthethweni ngokwesini kwamadoda nabafazi. Nangona ukrexezo jikelele lubhekisele kulalano ngokwesini phakathi komntu otshatileyo nomnye ongenguye umlingane wakhe, kwizibhalo lunokubhekisela kanjalo nakongatshatanga.

Ngamanye amaxesha ukrexezo lusetyenziswa njengomqondiso wokreqo lwesizwe okanye abantu bonke besuka ezindleleni zeNkosi (Num. 25:1–3; Yer. 3:6–10; Hez. 16:15–59; Hos. 4).