Uncedo lweZifundo
Ama-Antayi-Nifayi-Lihayi


Ama-Antayi-Nifayi-Lihayi

KwiNcwadi kaMormoni, igama elinikwe amaLeymenayithi awayeguqulwe ngoonyana bakaMozaya. Emva kwenguquko yabo, aba bantu, kanjalo ababebizwa ngokuba ngabantu baka-Amon, babethembekile kubo bonke ubomi babo (Alma 23:4–7, 16–17; 27:20–27).