Uncedo lweZifundo
Mthetheleli


Mthetheleli

Umthetheleli okanye umlamleli. UYesu Krestu ngumthetheli phakathi koThixo nomntu. UYesu Krestu nguMthetheleli wethu ekunye noYise (Moro. 7:28) kwaye uyayithethelela injongo yethu kunye Naye. INtlawulelo Yakhe yenza kwenzeke indlela yabantu baguquke ezonweni zabo baze baxolelaniswe noThixo.