Uncedo lweZifundo
Yonatan


Yonatan

KwiTestamente eNdala, ngunyana kaSawule, ukumkani wakwaSirayeli. UYonatan wayengumhlobo osendeleyo kaDavide (Ⅰ Sam. 13–23; 31).