Uncedo lweZifundo
Lala


Lala

Imo yokuphumla apho umntu angasebenziyo kwaye akakho zingqondweni. INkosi icebise abaNgcwele Bayo ukuba bangalali ngaphezu kokuyimfuneko (I&M 88:124). Ukulala kanjalo ukuba ngumqondiso wokufa ngokwasemoyeni (Ⅰ Kor. 11:30; 2 Nif. 1:13) okanye ukufa ngokwasenyameni (Morm. 9:13).