Uncedo lweZifundo
Mbambano


Mbambano

Ingxabano, ukubangisana, neempikiswano. Imbambano, ngokukodwa phakathi kwamalungu eBandla leNkosi okanye phakathi kwamalungu osapho, aziyikholisi iNkosi.