Uncedo lweZifundo
Dade


Dade

Njengabantwana bakaBawo wethu osemaZulwini, onke amadoda nabafazi bangabazalwana ngokwasemoyeni noodade. EBandleni, amalungu angabafazi nabahlobo beBandla rhoqo babizwa njengoodade.