Uncedo lweZifundo
Bazali


Bazali

Oobawo noonina. Abayeni abafanelekileyo nabafazi abathe babe batywinwe ngokufanelekileyo emtshatweni etempileni kaThixo banokuzalisekisa indima yabo njengabazali ngonaphakade jikelele. “Abazali banomsebenzi onyulu wokukhulisela abantwana babo eluthandweni nasebulungiseni, bababonelele ngeemfuno zabo zasenyameni nezasemoyeni, nokubafundisa ukuthandana nokuncedana, baqwalasele imiyalelo kaThixo, kwaye babe ngabemi abagcina umthetho naphina apho bahlala khona” (“Usapho: Isibhengezo esiya eLizweni.” Ensign, Novemba 2010, 129).