Uncedo lweZifundo
Agripa


Agripa

KwiTestamente eNtsha, unyana kaHerode Agripa Ⅰ nomzalwana waseBhernike noDrusila. Wayengukumkani waseKalsis, eme eLebhanon. Wamamela kuMpostile uPawulos kwaye waye phantse waphenjelelwa ekubeni ngumKrestu (Izenzo 25–26; M—JS 1:24).