Uncedo lweZifundo
Bukumkani bukaThixo okanye Bukumkani bamaZulu


Bukumkani bukaThixo okanye Bukumkani bamaZulu

Ubukumkani bukaThixo emhlabeni liBandla likaYesu Krestu labaNgcwele beMihla yokuGqibela (I&M 65). Injongo yeBandla kukulungisela amalungu alo ukuhlala ngonaphakade kubukumkani beselestiyali okanye ubukumkani bamazulu. Nangona, izibhalo ngamanye amaxesha zithi iBandla bubukumkani bamazulu, zithetha ukuthi iBandla bubukumkani bamazulu emhlabeni.

IBandla likaYesu Krestu labaNgcwele beMihla yokuGqibela libukumkani bukaThixo emhlabeni, kodwa okwa ngoku lilinganiselwe ubukumkani becawe. Ngethuba leMileniyam, ubukumkani bukaThixo buya kuba babepolitiki necawe kunye.