Uncedo lweZifundo
Bhala, Nobhala


Bhala, Nobhala

IiTestamente eNdala neNtsha zisebenzisa igama ngeendlela ezahlukene kancinane: (1) KwiTestamente eNdala, uxanduva likanobhala elikhulu lwalukukukopa izibhalo (Yer. 8:8). (2) Oonobhala bakhankanywe kaninzi kwiTestamente eNtsha kwaye ngamanye amaxesha kuthiwa ngabaqondisi-mthetho okanye oogqirha bomthetho. Bakhulisa umthetho ngokuwucacisa baze bawusebenzise kwiimeko zexesha labo (Mat. 13:52; Marko 2:16–17; 11:17–18; Luka 11:44–53; 20:46–47).