Uncedo lweZifundo
Solomon


Solomon

KwiTestamente eNdala, nguNyana kaDavide noBhatshebha (Ⅱ Sam. 12:24). USolomon waba ngukumkani wakwaSirayeli ixeshana.