Uncedo lweZifundo
Ngcinga


Ngcinga

Izimvo, iingqikelelo, nemifanekiso engqondweni yomntu. Amandla okucinga sisipho esivela kuThixo, kwaye sikhululekile ukuba singazikhethela ukuba singawasebenzisa njani amandla ethu ekucingeni. Indlela esicinga ngayo ichukumisa iimvakalelo nokuziphatha, kwanokuma kwethu emva kobu bomi. Iingcinga ezilungileyo zikhokelela elusindisweni; iingcinga ezikhohlakeleyo zikhokelela ekugwetyweni.