Uncedo lweZifundo
Bawo osemaZulwini


Bawo osemaZulwini

UYise woomoya balo lonke uluntu (IiNd. 82:6; Mat. 5:48; Yoh. 10:34; Rom. 8:16–17; Gal. 4:7; Ⅰ Yoh. 3:2). UYesu nguNyana Wakhe eKuphela koZelweyo enyameni. Umntu ubeyalelwe ekuthobeleni nasekunikeni inzolo kuBawo nasekuthandazeni Kuye egameni likaYesu.