Uncedo lweZifundo
Bukumkani bamaRoma


Bukumkani bamaRoma

Ubukumkani baseRoma bamandulo. Kwixesha labapostile, uBukumkani bamaRoma babungawona mandla makhulu ehlabathi. Babubandakanye yonke into phakathi kweEfrati, iDanube, iRayini, iAtlantiki, nentlango yaseSahara. Palestina yaba sisiteyiti esixhasa konke ngowa-63 P.K., xa uPompeyi wathabatha iYerusalem. Nangona amaRoma anika amaYuda amalungelo awodwa amaninzi, amaYuda alucaphukela ulawulo lwamaRoma kwaye ayesoloko ekuvukelo.

UPawulos, ummi waseRoma, wasebenzisa isiGrike, ulwimi lobukumkani olwalusetyenziswa luqhelekile ngokugqithisileyo, ekunabiseni ivangeli kubo bonke ubukumkani.